Connect with us

Songs

Amanda Black – Lila

Acquire Download Link of Amanda Black – Lila MP3, Amanda Black – Lila MP4 Video and Amanda Black – Lila Lyrics for FREE!

Published

on

Amanda Black – Lila Mp3 Download

Amanda Black – Lila - Download Amanda Black – Lila Mp3 Song Music to your devices with 320kbps ultra high quality audio for Free at Mp3 Juice. You can also find the complete lyrics of Amanda Black – Lila and video clip as well. All the songs provided are belong to YouTube, we do not host any single of songs and music on our site, Enjoy Downloading!

Amanda Black – Lila

Title Lila
Artist Amanda Black
Album Amazulu
Year 2016
Duration 3:59
File Size 3.65 MB
File Type MP3
Audio Summary 44100 Hz, stereo, s16p, 192 kb/s
Source YouTube Music

Download MP3

Lyric of Amanda Black - Lila

Iyalila ilali iyalila ilali
Bayakhala'omama bathi bajonge kuwe
Iyalila ilali iyalila ilali
Bayakhala'omama bathi bajonge kuwe

Mmmh ubhek'egoli
Ufuna ubomi obungcono
And now you are loosing yourself
And be your own star
Ubathembisile abazali
Uzoba ngumntu phakathi kwabantu woo
Ukhethiwe bayakudinga
You have to make it keep fighting oooh

Iyalila ilali iyalila ilali
Bayakhala'omama
Bathi bajonge kuwe
Iyalila ilali iyalila ilali
Bayakhala'omama
Bathi bajonge kuwe

Hee oh oh mntakwethu
Lungisa ingqondo
Buyel'ekhaya buyel'ekhaya
Don't let this fast life swallow you whole
Don't let them steal your soul
Buyel'ekhaya yel'ekhaya
Ooh yeah heee
Ukhethiwe bayakudinga
You have to make it keep fighting oooh ho

Iyalila ilali (yeah)iyalila ilali (iyalila ilali)
Bayakhala'omama
Bathi bajonge kuwe ( bathi bajonge kuwe )
Iyalila ilali iyalila ilali(iyalila ilali)
Bayakhala'omama(Bayakhala'omama)
Bathi bajonge kuwe (bathi bajonge kuwe)

Iyalila ilali iyalila ilali (oh iyalila ilali)
Bayakhala omama
Bathi bajonge kuwe(Bayakhala'omama)
Bajonge kuwe(Bayakhala'omama)
Bajonge kuwe(Bathi bajonge kuwe)
Bajonge kuwe( kuwe)
Bajonge kuwe (yeah bajonge kuwe)

Iyalila ilali iyalila ilali (bajonge kuwe)
Bayakhala'omama
Bathi bajonge kuwe ( uhu bajonge kuwe)
Iyalila ilali iyalila ilali (bajonge kuwe)
Bayakhala'omama
Bathi bajonge kuwe(bajonge kuwe)

Amanda Black – Lila Video:

Related Posts