Connect with us

Songs

Revelation Church Of God

Get Download Link of Revelation Church Of God MP3, Revelation Church Of God MP4 Video and Revelation Church Of God Lyrics for FREE!

Published

on

Revelation Church Of God Mp3 Download

Revelation Church Of God - Download Revelation Church Of God Mp3 Song Music to your devices with 320kbps ultra high quality audio for Free at Mp3Juice. You may also find the complete lyrics of Revelation Church Of God and video clip as well. All the songs provided are belong to YouTube, we do not host any single of songs and music on our website, Happy Downloading!

Revelation Church Of God

Title Bawo Xa ndilahlekayo (Special Version)
Artist UMprofethi naMaSosha
Album Vol5 Mvumeni uthunyiwe
Year 2021
Duration 2:56
File Size 2.69 MB
File Type MP3
Audio Summary 44100 Hz, stereo, s16p, 192 kb/s
Source YouTube Music

Download MP3

Lyric of UMprofethi naMaSosha - Bawo Xa ndilahlekayo (Special Version)

Bawo xa ndilahlekayo
Kolu hambo(koluhambo lelilizwe)
Hlal'undi (hlal'undifundisa ukuthi)
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)

Kolu hambo(kolu hambo lunengozi )
kolu hambo (koluhambo lunentshaba)
Sezithunywe(sezithunywe nguwe zonke )
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)

Yiguqule (yiguqul'eyami intando)
Yifanise (yifanisenale yakho)
Susa (susa konke ukukrokra)
Mayenzeke intando yakho

Xenikweni (xenikweni wandihlutha)
Into (into endiyithandayo)
Ndoba (ndoba ndibuyisa eyakho)
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)

Ndakuhliwa (ndakuhliwa nasisifo)
Onk'amandla(onk'amandla aka hluthwe)
Ndakusaba (ndakusaba ma ukuthi)
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)

Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)
Mayenzeke (mayenzeke intando yakho)

Revelation Church Of God Video Clips:

Related Posts