Connect with us

Songs

Intonga Yakho

Get Download Link of Intonga Yakho MP3, Intonga Yakho MP4 Video and Intonga Yakho Lyrics for FREE!

Published

on

Intonga Yakho Mp3 Download

Intonga Yakho - Download Intonga Yakho Mp3 Song Music to your devices with 320kbps ultra high quality audio for Free at Mp3Juice. You can also find the complete lyrics of Intonga Yakho and video clip as well. All the songs provided are belong to YouTube, we do not host any single of songs and music on our site, Enjoy Listening!

Intonga Yakho

Title Intonga yakho
Artist Abantwana
Album Intonga yakho
Year 2018
Duration 3:53
File Size 3.56 MB
File Type MP3
Audio Summary 44100 Hz, stereo, s16p, 192 kb/s
Source YouTube Music

Download MP3

Lyric of Abantwana - Intonga yakho

Intonga Yakho
Ingumsimelelo wam
Intonga Yakho
Iyandithuthuzela

Intonga Yakho
Ingumsimelelo wam
Intonga yakho
Iyandithuthuzela

Noma ngihamba
Esigodini sethunzi lokufa
Intonga yakho
Iyandithuthuzela

UYehova nguMelusi wam
Andiyi kwesaba lutho
Ngoba intonga Yakho
Iyandithuthuzela

Oh inene ndakulandelwa kokuhle
Bonk'ubomi bam yebo
Intonga yakho
Iyandithuthuzela

Oh indebe yam'iyaphalala
Ndenziwa yilentonga Yakho
Intonga Yakho
Intonga

Intonga Yakho
Iyandithuthuzela

Oh Yehova
Ebumnyameni
Uhlal’uhleli nami
Noma kunjani
Noma sendihamba
Ethunzini (Intonga Yakho )
Lokufa (Iyandithuthuzela)

Oh ntonga yam (Intonga yakho)
Ntonga yam (Ingumsimelelo wam)
Oh ntonga yam (Intonga yakho)
Andinal'eliny'igiba (Iyandithuthuzela)

Wen'ungowami (Intonga yakho)
Ntonga yam (Ingumsimelelo wam)
Intonga Yakho Nkosi yam (Intonga yakho)
(Iyandithuthuzela)

Iyandithuthuzela (Intonga yakho) Andisoze
Ndihambe ndedwa (Ingumsimelelo wam)
Intonga Yakho (Intonga yakho)
Uyintonga yam (Iyandithuthuzela)

Iyandithuthuzela, iyandithuthuzela (Intonga yakho)
Oh iyandithuthuzela (Ingumsimelelo wam)
Iyandithuthuzela, iyandithuthuzela (Intonga yakho)
(Iyandithuthuzela)

Intonga Yakho (Intonga yakho)
Intonga Yakho (Ingumsimelelo wam)
Intonga Yakho (Intonga yakho)
(Iyandithuthuzela)

Oh ha ha, oh ha ha (Intonga yakho)
Ingumsimelelo wam
Intonga yakho
Iyandithuthuzela

Oh iyangithuthuzela
Oh Mdali wezulu nomhlaba
Wena Somandla

Intonga Yakho Video Clips:

Related Posts

Intonga Yakho

Intonga Yakho

August 1, 2022