Connect with us

Songs

Rebecca Malope Uthando Lwami

Acquire Download Link of Rebecca Malope Uthando Lwami MP3, Rebecca Malope Uthando Lwami MP4 Video and Rebecca Malope Uthando Lwami Lyrics for FREE!

Published

on

Rebecca Malope Uthando Lwami Mp3 Download

Rebecca Malope Uthando Lwami - Download Rebecca Malope Uthando Lwami Mp3 Song Music to your devices with 320kbps ultra high quality audio for Free at Mp3Juice. You could also find the complete lyrics of Rebecca Malope Uthando Lwami and video clip as well. All the songs provided are belong to YouTube, we do not host any single of songs and music on our website, Happy Downloading!

Rebecca Malope Uthando Lwami

Title Uthando Lwam
Artist Rebecca Malope
Album Live At The State Theatre
Year 2009
Duration 3:47
File Size 3.46 MB
File Type MP3
Audio Summary 44100 Hz, stereo, s16p, 192 kb/s
Source YouTube Music

Download MP3

Lyric of Rebecca Malope - Uthando Lwam

Uthando lwam Kuwe
Lohlala luhleli
Asoze ndikhonze eny'iNkosi

Ebumnandini
Nasebunzimeni
Impilo yam
Yob'ijongwe nguwe

Ndithembele Kuwe
Wena Nkosi yam
Noba ndihamb'ebumnyameni

Ukholo lwam
Nenceba Yakho
Yohlamb'izono zami

Uthando lwam Kuwe
Lohlala luhleli
Asoze ndikhonze eny'iNkosi

Ebumnandini
Nasebunzimeni
Impilo yam
Yob'ijongwe Nguwe

Ngiyakubonga
Ngemisebenzi Yakho
Nezinto ondenzele zona

Ubomi bami
Nempilo yami
Yohlal'iphethwe Nguwe

Uthando lwam kuwe
Lohlala luhleli
Asoze ndikhonze eny'iNkosi (Hey, hey, hey)

Ebumnandini
Nasebunzimeni
Impilo yam
Yob'ijongwe Nguwe (Lord have mercy)

Andinal'uvalo (Lord have mercy)
Lokushiywa Nguwe
Ngoba ndiyazi
Uzohlal'uhleli nami

Indlela yam inye
Ibhek'ezulwini
Lapho ukhona
Wena Nkosi yethu (Andinal'uvalo)

Uthando lwam Kuwe
Lohlala luhleli
Asoze ndikhonze eny'iNkosi

Ebumnandini
Nasebunzimeni
Impilo yam
Yob'ijongwe Nguwe (Lord have mercy)

Andinal'uvalo (Lord have mercy)
Lokushiywa Nguwe
Ngoba ndiyazi
Uzohlal'uhleli nami

Rebecca Malope Uthando Lwami Video Clips:

Related Posts