Connect with us

Songs

Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona

Acquire Download Link of Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona MP3, Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona MP4 Video and Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona Lyrics for FREE!

Published

on

Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona Mp3 Download

Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona - Download Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona Mp3 Song Music to your devices with 320kbps ultra high quality audio for Free at Mp3 Juice. You could also find the complete lyrics of Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona and video clip as well. All the songs provided are belong to YouTube, we do not host any single of songs and music on our website, Happy Listening!

Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona

Title Into Ingawe
Artist Sun-EL Musician & Ami Faku
Album Into Ingawe
Year 2019
Duration 4:30
File Size 4.12 MB
File Type MP3
Audio Summary 44100 Hz, stereo, s16p, 192 kb/s
Source YouTube Music

Download MP3

Lyric of Sun-EL Musician & Ami Faku - Into Ingawe

Ndandisemnyameni
Ndingaboni nalomnyango
Kwabalek' iinsuku
Ndikhangela indlela yophuma

Kwenzek' ismanga amaphupho afezeka
Kwavela kwalunga yonk' into
Ndancedwa yinkolo nentsebenzo
Noguqa ngedolo kuBawo

Hhayi into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Iyoo Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (hhayi into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Aii Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Iyoo Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (haiibo ingawe)
Ikhona nentlonipho

Into ingawe
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel' amandla
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel' amandla

Iminqweno yethu ivakele
Intando anayo ingango lwandle
Ingomso lethu liyathembisa
Kumele sikwazi ukubekezela

Kwenzek' ismanga amaphupho afezeka
Kwavela kwalunga yonk' into
Ndancedwa yinkolo nentsebenzo
Noguqa ngedolo kuBawo

Hhayi into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
Iyoo Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (ingawe)
Ikhona nentlonipho
Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (into ingawe)
Ikhona nentlonipho
O Into ingawe
Yabona bayaphanda
Abalal' intsebenzo (ehh into ingawe)
Ikhona nentlonipho

Into ingawe
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel' amandla
Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel' amandla

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo
Isthembiso kungaphel' amandla

Mafikizolo Ft Ami Faku – Nguyelona Video Clips:

Related Posts